# KDE/kde_sr/messages/docs/kdebase/khelpcenter.po.xml.gz
# KDE/kde_xh/messages/docs/kdebase/khelpcenter.po.xml.gz


(src)="s1"> &Khelpcenter ;
(trg)="s1"> I &khelpcenter ;

(src)="s2"> ROLES_OF_TRANSLATORS
(trg)="s2"> Antoinette Dekeni antoinette@translate.org.za Translation

(src)="s3">
(trg)="s3">

(src)="s4"> KDE
(trg)="s4"> KDE

(src)="s5"> kdebase
(trg)="s5"> kdebase

(src)="s6"> khelpcenter
(trg)="s6"> khelpcenter

(src)="s7"> kdepomoć
(trg)="s7"> kdehelp

(src)="s8"> pomoć
(trg)="s8"> uncedo

(src)="s9"> centar za pomoć
(trg)="s9"> khelpcenter

(src)="s10"> KDE centar za pomoć
(trg)="s10"> KDE umbindi woncedo

# KDE/kde_sr/messages/docs/kdebase/khelpcenter_quickstart.po.xml.gz
# KDE/kde_xh/messages/docs/kdebase/khelpcenter_quickstart.po.xml.gz


(src)="s1"> Pozivnica za &kde ;
(trg)="s1"> Ukwazisa kwi &kde ;

(src)="s2"> KDE Tim
(trg)="s2"> Iqela le KDE

(src)="s3"> ULOGE_PREVODILACA
(trg)="s3"> Antoinette Dekeni antoinette@translate.org.za Translation

(src)="s4"> Uvod u K Desktop Enviroment
(trg)="s4"> Ukwazisa kwiMeko-bume ye K Desktop

(src)="s5"> Vodič za brzi start za &kde ;
(trg)="s5"> Isalathiso Sesiqalo Esikhawulezayo kwi &kde ;

(src)="s6"> KDE
(trg)="s6"> KDE

(src)="s7"> brzi start
(trg)="s7"> isiqalo esiukhawulezayo

(src)="s8"> uvod
(trg)="s8"> ukwazisa

(src)="s9"> Uvod
(trg)="s9"> Ukwazisa

(src)="s10"> Ovaj dokument je kratak uvod u K Desktop Enviroment . On ce vas zbližiti sa nekim osnovnim mogućnostima &kde ; -a .
(trg)="s10"> Olu xwwebhu kukwazisa okufutshane kwiMeko-bume ye K Desktop . Izakukuqonda ngeminye imisebenzi engundoqo ye &kde ; .

(src)="s11"> Ovaj vodič je daleko od pokrivanja svih aspekata KDE-a ili čak većine . On će samo opisati neke od najosnovnijih načina da se obavi par najuobičajenijih zadataka .
(trg)="s11"> Esi salathiso sikude ekugqumeni zonke iziphumo ze K Desktop okanye noba ezininzi zazo . Izakuchaza kuphela ezindle iindlela ezininzi ezingundoqo ukufeza embalwa kwemininzi eqhelekileyo imisebenzi .

(src)="s12"> ili Prozori ili .
(trg)="s12"> Sicinga ukuba sele usaziwa noko ngolunye olomzombo ujongano lomsebenzisi , umzekelo CDE , Geos , GEM , &NeXTSTEP; , &Mac ; , OS / 2 okanye &Microsoft ; &Windows ; . Ngoko asizukuchaza usebenziso lwe mouse okanye ibhodi yezitshixo kodwa qwalasela ngethemba kwizinto ezinomdla kakhulu .

(src)="s13"> Pregled &kde ; -a
(trg)="s13"> Imboniselo engaphaya ye &kde ;

(src)="s14"> korisnike do napisao i do do i do i drugi .
(trg)="s14"> Eli candelo lelabasebenzisi abakhetha ukufunda ngokuxilonga nokufuna kuphela uhlenga-hlengiso olufutshane ukuze aqale . Amacandelo amva anikeza isiqalo esisiso kwimeko-bume , ngothsuphe abaluncedo neendlela ezimfutshane . Ukuba awunamonde ukuqala , ligqithe eli candelo , yiyakudlala ixeshana , ngoko buyela kwaye usebenzise amanye amacandelo esi salathiso njengoko kufunwa .

(src)="s15"> podrazumevano .
(trg)="s15"> Qaphela : &kde ; inikeza imeko-bume yedesktop eqwalaselwe ngouphezulu . Le mboniselo engaphaya icingela ukuba usebenzisa imeko-bume yokungagqibekanga .

(src)="s16"> KDE radna površina
(trg)="s16"> I &kde ; Desktop

(src)="s17"> Tipična KDE radna površina se sastoji od tri oblasti :
(trg)="s17"> Eyenene &kde ; desktop iqulathe okuninzi :

(src)="s18"> do i drugi Aplikacija do .
(trg)="s18"> I qela lenjongo ezantsi kwekhusi , esetyenziswa ukuqala izicelo kwaye switsha phakathi kwe desktop . Phakathi kwezinye izinto , iqulathe Umqali Wesicelo , enkulu K icon ebonisa imenu yezicelo ukuqala xa kunqakraziwe .

(src)="s19"> do i do do .
(trg)="s19"> I ibar yomsebenzi , ngokungagqibekanga okulungiswe kwiqela lenjongo elisetyenziswa ukuswitsha phakathi kwaye iphathe izicelo ezisebenzayo ngoku . Nqakrzaza kwisicelo kwibar yomsebenzi ukuvala kwisicelo .

(src)="s20"> fajlovi i do .
(trg)="s20"> I desktop ngokwayo , apho iifayile ezisetyenziswa rhoo neencwadi ezinenkcukacha zingabekwa khona . &kde ; inikeza ezininzi idesktops , nganye eneyazo iiwindow . Nqakrzaza kumaqhosha anamanani kwiqela lenjongo ukuswitsha phggakathi kwedesktop .

(src)="s21"> Spreman Idi !
(trg)="s21"> Ulungile , Cwangcisa , Hamba !

(src)="s22"> do i .
(trg)="s22"> Nazi iincam ezikhawulezayo ezimbalwa ukukufumana nokusebenzisa .

(src)="s23"> Do Aplikacija i odaberi .
(trg)="s23"> Ukuqala isicelo , nqakraza kwi K iqhosha kwiqela lenjongo ethile ( elibizwa nge Umqali Wesicelo ) kwaye khetha umba kwi menu .

(src)="s24"> do fajlovi direktorijum Konqueror Fajl .
(trg)="s24"> Nqakraza i icon ejongeka njengencwadi enenkcukacha ngomfanekiso wendlu kwiqela lenjongo ukunikeza iifayile kulawulo lakho lasekhaya usebenzisa i &konqueror; , &kde ; 's into eluncedo Yomphathi Wefayile .

(src)="s25"> Aplikacija do ili Alt do do .
(trg)="s25"> Khetha Umqali Wesicelo Indlela Isiphelo sendlela ukufumana i &UNIX ; ukwenziwa komyalelo , okanye cinezela &Alt ; F2 ukufumana iwindow encinane yomyalelo yokwenza ukuphumeza umyalelo owodwa .

(src)="s26"> Centar Aplikacija do .
(trg)="s26"> Khetha i KDE Umbindi Wolawulo umba kuMqali Wesicelo ukuqwalasela i &kde ; .

(src)="s27"> Alt do i Ctrl do .
(trg)="s27"> Cinezela &Alt ; Tab ukuswitsha phakathi kwezicelo ne &Ctrl ; Isithuba ukuswitsha phakathi kwedesktop usebenzisa ibhodi yezitshixo .

(src)="s28"> do i .
(trg)="s28"> Sebenzisa i &RMB ; iqhosha le mouse ukunikeza iimenu zentsingiselo zeqela lenjongo , desktop , nezininzi &kde ; izicelo .

(src)="s30"> Aplikacija i
(trg)="s30"> Isebenzisa Umqali Wesicelo neqela lenjongo ethile

(src)="s32"> Uključi do Aplikacija do do .
(trg)="s32"> Eli qhosha libizwa nge Umqali Wesicelo . Inotolo oluncinane phezulu ukubonisa ukuba izakuvelisa imenu ukuba unqakraza kuyo . Yenze nje ! Ujongo-phezulu lukunikeza unikezelo olulula kuzo zonke &kde ; izicelo ezifakwe kwindlela yakho yecomputer .

(src)="s34"> ili do do ili Aplikacija do Pronađi Fajlovi odaberi Aplikacija Panelu Meni Dodaj Aplikacija Pronađi Fajlovi Aplikacija Panelu Meni do odaberi Dodaj Aplikacija i Pronađi Fajlovi .
(trg)="s34"> Ukuba usebenzisa izicelo ezinye okanye isixhobo rhoqo , ngoko ufuna unikezelo oluikhawuleza kakhulu kuyo , kunjalo . Kulo mzekelo , ungadibanisa isicelo esisodwa , okanye epheleleyo imenu-esezantsi yemenu yoMqali Wesicelo , njengeqhosha elithile lokwazisa-okukhawulezayo kwiqela lenjongo . Ukuba ufuna ukufikelela kwi &kfind ; isicelo ngqo ugqitha iqhosha lokwazisa , khetha ngokucacileyo Umqali Wesicelo Imenu yeqela lenjongo Dibanisa Iqhosha Fumana Iifayile ( Ngale nto sithetha ukuba ungaqala unqakraze i Umqali Wesicelo , ngoko khetha Imenu yeqela lenjongo apho utolo oluncinane ekunene libonisa ukuba enye imenu izakuveliswa . Kule menu , khetha DibanisaAdd , ngoko Iqhosha , kwaye kwelandelayo imenu-esezantsi , Fumana Iifayile . ) .

(src)="s36"> odaberi Pomeri i napisao podrazumevano Ukloni .
(trg)="s36"> ungasa yonke imiba yeqela lenjongo jikelele nge yisa umyalelo wemenu yentsingiselo . Nje nqakraza nge eyesithathu iqhosha lemouse ( i eyesithathu iqhosha lemouse liqjele ukuba yi ekunene iqhosha , kodwa ukuba uqwalasele imouse yakho ngokwahlukileyo , umzekelo kwizandla-zasekhohlo , inokuba kwakhona yi ekhohlo enye ) . Imenu izakuvelisa apho ungakhetha khona i Yiya . Ngoku yisa imouse kwaye ubone indlela i icon elandela ngayo ngexesha isahlala kwiqela lenjongo . Xa wenzile , betha nje i kuqala iqhosha lemouse ( ngokungagqibekanga i ekhohlo enye ) . Njengoko uqaphele , kukho kwakhona ungeniso lwemenu Susa mhlawumbi udinwe lelithile iqhosha lokwazisa kwi desktop yakho .

(src)="s38"> do do do do do !
(trg)="s38"> Oku kusikhokhelela kwesinye esinomdla isihloko : kwindawo ezininzi , unga nqakraza i ekunene iqhosha lemouse ukubonisa i imenu yentsingiselo ngenketho ezifakwa kumba owunqakrazileyo . Ngoko iyingcamango elungileyo ukuzama phandle i okwesithathu iqhosha lemouse kwenye into , ukuba awazi omawukwenze ngayo . Noba isiqalo see desktop sinemenu enjalo !

(src)="s39"> Ostalo Panelu
(trg)="s39"> Eminye imisebenzi yeqela lenjongo

(src)="s40"> drugi i prikaži napisao .
(trg)="s40"> Kukho ezinye izinto ezinomdla ezenzekayo ngeqela lenjongo . Omnye angabaluleka ukuba unesisombululo esisezantsi kumphathi wakho . iyi fihla-kwaye-bonisa umsebenzi , owenziwe ngokunqakraza kwibar eyakhiweyo kumda osekhohlo kwiqela lenjongo .

(src)="s43"> i .
(trg)="s43"> Ngendlela , ukuba awuqinisekanga ngokwenziwa liqhosha elithile kwi &kde ; , yisa nje isalathisi semouse ngapha kwayo kwaye yilindele ixesha elifutshane : &kde ; inoncedo lwentsingiselo encinane eyakhelwe-ngaphakathi , ebizwa nge iincam zesixhobo , ezichaza umsebenzi wolawulo olunjalo kumagama ambalwa .

(src)="s44"> red !
(trg)="s44"> Kodwa ndifuna ilayini yam yomyalelo ubuye !

(src)="s45"> do do i red fajlovi do .
(trg)="s45"> Nje yehla , akukho nto yakoyika . &kde ; ayifuni ukuthatha oyithandayo ( kwaye ngamanye amaxesha inesiphumo ) ilayini yomyalelo kude kuwe . Ungasa iifayile zakho ngedesktop , kodwa ungasebenzisa kwakhona i &UNIX ; imiyalelo owoyamaniswe kuyo . Ngenene,&kde ; ibeka amandla elayini yomyalelo kwiincam zakho zomnwe , mhlawumbi ezinye iindawo ezimangalisayo .

(src)="s46"> red do !
(trg)="s46"> &kde ; inikeza iwindow ethambileyo yelayini yomyalelo ebizwa nge &konsole ; . Khetha umqali wesicelo Indlela Isiphelo sendlela ukuyiqala . Oku kunokuba yinto oyifunayo kwiqela lakho lenjongo , ngethamsanqa sele ilapho kuqwalaselo olungagqibekanga !

(src)="s56"> Aplikacija Pronađi Fajlovi .
(trg)="s56"> Ukuba awusele wenze oko , qala isicelo usebenzisa i Umqali Wesicelo , njenge Fumana Iifayile .

(src)="s58"> do :
(trg)="s58"> Kuhle , ngesiqhelo abantu basebenza ngaphakathi windows , kodwa ngamanye amaxesha ungafuna ukuhanahanisa iiwindow . Nantsi ekhawulezayo imboniselo engaphaya yeqhelekileyo imisebenzi ezalanayo ye window :

(src)="s59"> Pomeri
(trg)="s59"> Yisa iwindow

(src)="s60"> ili Alt i .
(trg)="s60"> Tsala ibar yewonga ye window , okanye bamba i &Alt ; isitshixo phantsi kwaye tsala naphi na kwi window .

(src)="s62"> ili Alt i .
(trg)="s62"> Tsala umda we window , okanye bamba i &Alt ; isitshixo phantsi kwaye tsala nge &RMB ; iqhosha lemouse naphi na kwi window .

(src)="s63"> Maksimizuj
(trg)="s63"> Yenza nkulu iwindow

(src)="s64"> do do ili do do .
(trg)="s64"> Nqakraza iqhosha lokwenza nkulu kwibar yewonga ( kolungagqibekanga uhombiso lisisikweri , ecaleni kuka X ) ukwenza iwindow igcwalise ikhusi , okanye ukuba iwindow sele yenziwe nkulu , ukuyishwabanisa kwakhona kubungakanani bayo boqobo . Ukunqakraza nge &MMB ; kwenza nkulu iwindow ngokuthe nkqo ; i RMB ; , ngokuthe tye .

(src)="s66"> do Maksimizuj do napisao .
(trg)="s66"> Nqakraza iqhosha lokwenza i icon kwibar yewonga ( ecaleni kokwenza nkulu ) ukufihla iwindow . Yifumane kwakhona ngokunqakraza kwi icon yewindow kwibar yomsebenzi .

(src)="s68"> do do Alt do .
(trg)="s68"> Ngaphandle konqakrazo lwemouse lwesiqhelo ukuswitsha kwenye iwindow , unga sebenzisa &Alt ; Isithuba ukuswitsha iiwindow . Bona ngezantsi iindlela zokuphumeza .

(src)="s70"> do podrazumevano :
(trg)="s70"> &kde ; iiwindow zinamaqhosha amahle asezantsi kwibar zazo zewonga ezikunika unikezelo olukhawulezayo kwimisebenzi eqhelekileyo . Ubeko lweqhosha elingagqibekanga lujongeka kanje :

(src)="s71"> Uključi :
(trg)="s71"> Kwicala lasekhohlo :

(src)="s72"> do Prečica Alt .
(trg)="s72"> Iqhosha lemenu . Oku kuqhele ukubonisa i icon encinane yesicelo . Nqakraza kuyo ukufumana imenu yemisebenzi yewindow . Indlela emfutshane : &Alt ; F3 ivula imenu yewindow .

(src)="s74"> Uključi :
(trg)="s74"> Kwicala lsekunene :

(src)="s77"> Prečica Alt .
(trg)="s77"> Iqhosha lokuvala . Oku kuvala iwindow . Indlela emfutshane : &Alt ; F4 .

(src)="s79"> do do drugi do do !
(trg)="s79"> Ngoku siyazi indlela yokusebenza ngee window sikukhuthaza uvule ezinye iiwindow ngeqela lenjongo ukusukela ukuba sizakuxoxa ngoku indlela yokuswitsha phakathi kwezahlukeneyo iiwindow . Ukusukela ukuba oku kungumsebenzi oqhelekilyo , &kde ; inikeza iindlela ezininzi zokuyenza , chola oyithandayo !

(src)="s80"> do do podrazumevano Centar aktivan do ili ili Alt i do .
(trg)="s80"> Iindlela ezininzi zewindow zifuna ukunqakraza imouse kwenye iwindow ukuqala ukuyisebenzisa . Le yi &kde ; 's ukuziphatha okungagqibekanga , okubizwa Nqakraza Kuqwalaselo qwalasela inkqubo . Kodwa ungaqwalasela eyakho idesktop ngendlela osisa ngayo isalathisi semouse kwi window kuzakuyisebenzisa . Oku kubizwa nge Uqwalaselo Lulandela Imouse . Ukuba ukhetha inkqubo usebenzisa i KDE Umbindi Wolawulo , iwindow phantsi kwesalathisi semouse sisoloko sisesona sisebenzayo . Ayizi phambili ngokuyimfuneko ngokuzenzekelayo , kodwa unganqakraza kwibar yewonga okanye umda we window okanye- - i &kde ; ethile - - ungasebenzisa i &Alt ; isitshixo kwaye nqakrzaza i phakathi iqhosha le mouse naphi na kwi window ukuyinyusa .

(src)="s81"> drugi do :
(trg)="s81"> Nazi ezinye iindlela zokuswitsha iiwindow :

(src)="s82"> Izaberi Do prazan ili .
(trg)="s82"> Chola iwindow kwi uluhlu lwe window menu . Ukuvula imenu , nqakraza i phakathi iqhosha lemouse kwengenanto i ariya yedesktop , okanye nqakraza i icon ngezininzi iiwindow kwiqela lenjongo , okanye okokugqibela nqakraza utolo oluphezulu kwisiphelo sesandla sasekhohlo sebar yomsebenzi kwiqela lenjongo .

(src)="s83"> Alt i do .
(trg)="s83"> Bamba phantsi i &Alt ; isitshixo kwaye cinezela Isithuba ukurhangqa ngapha kwee window .

(src)="s86"> podrazumevano ili .
(trg)="s86"> I ibar yomsebenzi ibonisa uluhlu lwe icon ezincinane , enye yewindow nganye kwi desktop . Kwengagqibekanga &kde ; cwangcisa ibar yomsebenzi ibekwe ngaphakathi kwiqela lenjongo , kodwa ingabekwa phezulu okanye ezantsi kwekhusi .

(src)="s88"> do do .
(trg)="s88"> Ibar yomsebenzi inamandla kakhulu : Unqakrazo olucacileyo nge ekhohlo iqhosha lemouse kwelona qhosha lebar yomsebenzi lizakuzisa kwesikhethiweyo izicelo ngokukhawuleza . Nqakraza ungeniso nge phakathi iqhosha lemouse uku iconifaya / ukunga iconifayi iwindow . Okokugqibela kodwa okungakuncinananga , i ekunene iqhosha lemouse lizakuvelisa imenu yentsingiselo , ngemisebenzi ye window ekhethiweyo .

(src)="s95"> i ili Alt do i
(trg)="s95"> Iconifaya ezo window ongazifuniyo ngoku kwaye ezisebenzisa ibar yomsebenzi okanye &Alt ; Isithuba ukuswitsha phakathi kwazo ( kwaye isadidekisa kancinane kwaye zingumsebenzi omninzi ! )

(src)="s97"> do podrazumevano Ctrl do ili Ctrl do i do .
(trg)="s97"> Umba 3 yindlela yokuya ! &kde ; ingaphatha ezininzi ezahlukeneyo iidesktop , nganye ngezayo iiwindow . Uqwalaselo olungagqibekanga lunikeza ezine iidesktop . Ungaswitsha phakathi kwezinesiqhamo iidesktop lula ngonqakrazo kwelinye lamaqhosha edesktop kwiqela lenjongo . Kwakhona &Ctrl ; F1...F8 izakukuthumela ehambelanayo idesktop ngokukhawuleza , okanye &Ctrl ; Isithuba izakurhangqa ngapha kwee desktop .

(src)="s98"> do ili ili .
(trg)="s98"> Ezinesiqhamo iidesktop zintle kakhulu . Kodwa ngamanye amaxesha ufuna iwindow ibekhona kwi yonke desktop . Oku kunokuba ngumzekelo wencoko encinane yewindow okanye ikloko ye alam okanye nantoni na . Kulo mzekelo ungasebenzisa okukhankanywe nasentla ebukhali iqhosha elizakuqhobosha iwindow kwisiqalo ukuze sivele kwenesiqhamo nganye idesktop .

(src)="s99"> do do do i napisao ili do .
(trg)="s99"> Iqhosha elibukhali lingasetyenziswa ukusa iwindow kwenye enesiqhamo idesktop ukuya kwenye : tyhala iqhosha elibukhali kwi window , switsha kweyahlukileyo idesktop , kwaye khupha iqhosha ngokulityhala kwakhona . Kulula kakhulu ukuba usebenzisa intsingiselo yemenu ye pop-up menu yongeniso lwe window kwibar yomsebenzi ( umba wemenu Kweyangoku desktop ) okanye i thumela ku ukhetho kwimenu yemisebenzi yewindow .

(src)="s101"> do direktorijumi fajlovi i drugi Konqueror Fajl do fajlovi .
(trg)="s101"> Oluqhelekileyo ufako lwegama lomzobo wee desktop lusebenziso lweencwadi ukumela abalawuli kwihard diski yakho . Iincwadi ziqulathe iifayile nezinye iincwadi ezineenkcukacha . I &kde ; isicelo sibizwa nge &konqueror ; , Umphathi weFayile ye K , usebenzisa olu fakelo lwegama ukunceda ukuphatha iifayile zakho .

(src)="s103"> Konqueror fajlovi direktorijum fajlovi .
(trg)="s103"> Ixesha lokuqala uqala i &kde ; , iwindow ngezininzi ii icon kuyo ziyavela . Le yi &konqueror ; window ebonisa iifayile kulawulo lakho lasekhaya ( i ariya apho iifayile zakho zobuntu zigcinwa khona ) . Igama lomendo lwencwadi liboniswa phantsi kwebar yesixhobo yewindow . Ukuba awuboni iwindow enjalo ngoku , nqakraza nge icon kwiqela lenjongo elijongeka njengencwadi ngomfanekiso wendlu .

(src)="s104"> Do fajl ili odaberi Prikaži do do do direktorijum .
(trg)="s104"> Ukuvula ifayile okanye incwadi eneenkcukacha , yinqakrzaze kanye nge &LMB ; iqhosha lemouse . Ungakhetha kwakhona Window Bonisa Ibar esecaleni kwi menu ukubonisa iqela lencwadi yolawulo oluthe ngqo olungaphezulu . Okanye ungahlela umendo oboniswe phantsi kwebar yesixhobo ukufumana ngokukhawuleza kulawulo olukhankanyiweyo .

(src)="s106"> do i fajlovi i fajl ili Konqueror do fajl do do fajl Konqueror do .
(trg)="s106"> &kde ; iza neqela lezicelo ukubonisela nokuhlela ezininzi eziqhelekileyo iindidi zeefayile , kwaye xa unqakraza ifayile equlathe , yithi , uxwebhu okanye umfanekiso , &konqueror ; izakuqala esona sicelo ukubonisa ifayile . Ukuba ayisazi esona sicelo sokuqala ukuvula ifayile oyinqakrazileyo , &konqueror ; izakunceda ngegama lesicelo uksebenza , kwaye xa ukhethe i , &konqueror ; izakunika ukukhumbula ukhetho lwakho lwexesha elizayo uvula ezo fayile .

(src)="s107"> Konqueror do fajlovi .
(trg)="s107"> &konqueror ; isebenzisa MIME iindidi ukudibanisa iifayile ngezicelo .

(src)="s108"> i
(trg)="s108"> Itsala kwaye Ilahle ii icon

(src)="s109"> Do ili fajl do do Konqueror ili do Konqueror do do odaberi do ili link do fajl .
(trg)="s109"> Ukukhuphela okanye ukusa ifayile , tsala ngokucacileyo i icon yayo kwi desktop , ukuya kwenye &konqueror ; window , okanye kwi icon yencwadi eneenkcukacha . Xa ukhupha iqhosha , &konqueror ; ibonisa imenu ukukuvumela ukhethe ukukhuphela , ukusa , okanye ukwenza ikhonkco kwifayile .

(src)="s110"> odaberi do link link link ili fajl link .
(trg)="s110"> Qaphela ukuba ukhetha ukwenza ikhonkco , &kde ; yenza i &UNIX ; ikhonkco elinophawu (hayi ikhonkco eliqinileyo ) , ngoko ukuba usa okanye ucima ifayile yoqobo , ikhonkcolizakwaphulwa .

(src)="s111"> i ili do fajl !
(trg)="s111"> Ezininzi &kde ; izicelo zixhasa kwakhona imisebenzi yotsalo nolahlo : ungatsala kwaye ulahle i icon kwi window yesicelo esisebenzayo , okanye kwi icon yesicelo esingaqalwanga , ukuba nesicelo esivula ifayile . Yizame !

(src)="s112"> Podešavanje Fajl
(trg)="s112"> Icwangcisa Iimpahla zeFayile

(src)="s113"> Do fajl i i odaberi Svojstva .
(trg)="s113"> Ukutshintsha iimpahla yefayile , njengegama neemvume , &RMB ; nqakraza i icon kwaye ukhethe Iimpahla kwi menu .

(src)="s114"> i
(trg)="s114"> Isebenza ngeNdawo zokugcina Nemisebenzi yomnatha

(src)="s115"> do fajlovi !
(trg)="s115"> Ekusondeleni kwexesha elidlulileyo , ufune izixhobo ezithile zecomputer ukunikezela iifayile kwi Internet . Hayi kwakhona !

(src)="s116"> do fajlovi drugi .
(trg)="s116"> &kde ; KDE ixhasa iteknoloji ebizwa nge Unikezelo Olubonisa ngaphaya Lomsebenzi Womnatha ( NTA ) ekuvumela ukuba usebenze ngeefayile kwelinye icala lehlabathi ngokulula njengezo kweyakho yobulali ihard diski .

(src)="s117"> Za do fajlovi odaberi Lokacija Otvori Lokacija Konqueror i URL i fajlovi do i do fajlovi do do .
(trg)="s117"> Umzekelo , ukunikeza iifayile kwi &FTP ; umncedisi , khetha nje Indawo Vula Indawo kwi &konqueror ; menu , kwaye ngenisa i URL ye &FTP ; umncedisi . Ungatsala kwaye ulahle iifayile kwiincwadi ezineenkcukacha kumncedisi njengokungathi zazikweyobulali idiski . Uzakukwazi ukuvula iifayile kwi &FTP ; umncedisi ngaphandle kokuba nokuzikhuphela kweyakho yobulali idiski ( &kde ; iyakwenzela xa kuyimfuneko ) .

(src)="s118"> Konqueror do fajlovi URL :
(trg)="s118"> Qaphela ukuba &konqueror ; isebenzisa engenagama &FTP ; unikezelo , oluzakwenza umda kunikezelo lwakho kwiifayile kwi &FTP ; umncedisi . Ukuba unetyala kumncedisi , unganikeza umsebenzisi wakho ID njengenxenye ye URL , njengoku : ftp : / / userid @ umncedisi / ulawulo

(src)="s119"> Konqueror i do fajlovi .
(trg)="s119"> &konqueror ; izakunceda ngegama lakho eligqithisiweyo , kwaye ukuba igama eligqithisiweyo liyaphumelela , uzakubanonikezelo olupheleleyo kwiifayile zakho kumncedisi .

(src)="s120"> do Prozori do običan pregledaj fajlovi opšte fajlovi i i fajlovi napisao .
(trg)="s120"> Ukuba sele uqhele i WinZip into eluncedo kwi &Microsoft ; &Windows ; , ngoko uzakonwaba ukuva ukuba &kde ; ingajonga kwindawo zokugcina zetar , naozo . Iziphatha iindawo ezinjalo njengeqhelekileyo incwadi eneenkcukacha - - ungakhangela kwindawo yokugcina , vula iifayile , njalo-njalo . Ngokubanzi , inikeza iifayile kwi Internet nakwindawo zokugcina zinokujongeka kwaye uzive njengokunikeza iifayile kweyobulali idiski , ngaphandle kolibaziseko olwenziwa ngumsebenzi womnatha .

(src)="s121"> Šabloni do Aplikacije i
(trg)="s121"> Usebenzisa iTemplates ukunikeza Izicelo naMacebo

(src)="s123"> Aplikacije
(trg)="s123"> Izicelo

(src)="s124"> Štampači
(trg)="s124"> Abashicileli

(src)="s125"> Uređaji
(trg)="s125"> Amacebo Anyusekayo ( &eg ; floppy drives )

(src)="s126"> direktorijumi
(trg)="s126"> Internet amacebo ( umzekelo ; WWW amaxwebhu , &FTP ; abalawuli )

(src)="s129"> Aplikacija i do fajl fajl do ili URL fajl do do .
(trg)="s129"> Kufutshane umba ngamnye kuMqali Wesicelo , kwi desktop , nakwiqela lenjongo libhekisa ku .desktop ifayile kwidiski . I .desktop ifayile ikhankanya i icon ezakuboniswa , njengolwazi oluthile malunga nokumelwe yi icon ( isicelo , iceboi , okanye i URL ) . Ungatsala nayiphi na .desktop ifayile kwiqela lenjongo ukwenza iqhosha lokwazisa-elikhawulezayo .

(src)="s130"> Montiram
(trg)="s130"> Inyusa amacebo

(src)="s131"> do drugi fajlovi do do i fajlovi i .
(trg)="s131"> &UNIX ; inikeza unikezelo kumacebo okugcina angaphandle kwesezantsi hard diski ngapha kwenkqubela ebizwa ngokuba yi iyanyuka . &kde ; isebenzisa .desktop iifayile ukukuvumela ukunyusa ngokulula , ukunganyusi , nokunikeza iifayile kumacebo okugcibnba aphakathi njenge floppy drives ne &cdrom ; drives .